Hymn 245 ♡ 𝗡𝗗𝗜𝗞𝗛𝗢𝗞𝗘𝗟𝗘, 𝗢 𝗬𝗲𝗵𝗼𝘃𝗮! Ndingumhambi nKosi yam ; Unamandla : andinawo,

Описание к видео Hymn 245 ♡ 𝗡𝗗𝗜𝗞𝗛𝗢𝗞𝗘𝗟𝗘, 𝗢 𝗬𝗲𝗵𝗼𝘃𝗮! Ndingumhambi nKosi yam ; Unamandla : andinawo,

1.𝗡𝗗𝗜𝗞𝗛𝗢𝗞𝗘𝗟𝗘, 𝗢 𝗬𝗲𝗵𝗼𝘃𝗮!
Ndingumhambi nKosi yam ;
Unamandla : andinawo,
Onobuthathaka ndim
O mSindisi !
NguWe olikhaka lam.

2.Lowo mthombo wosindiso
Owavulwa ngenxa yam ;
Ma uvele umpompoze
Uzihlamb' izoono zam.
O mSindisi !
NguWe oluncedo lwam.

3.Ndifikile e Jordane,
Susa izoyiko zam ;
Z' undikhaphe, se ndiwela:
Yiba ungumNcedi wam.
O mSindisi !
NguWe olithemba lam. Amen.

Amen.

Комментарии

Информация по комментариям в разработке