Pzho TKG Grateful feat mama Thoko Ntshinga

Описание к видео Pzho TKG Grateful feat mama Thoko Ntshinga

LYRICS

Universe, thank you for another day tho ndilibal'uk'thandaza sometimes I forget to pray/
Feel like I could run away but once ndacinga ndicingisise there is another way/
Ndikholwa kwabalele so so xa bendifikel'emaphupheni bathi ungakhazeki/
Kusazofik'izinto kusazofika nenkqwithela apha uzuqine ungaphaphatheki/

Kusazofika abantu abafana noMamtipha ooThokozile ungatatazeli/
Xa befunx'izinto besel'amanz'angendawo ungasondeli ungachaphazeleki/
Xa bephul'umthetho uzuvalamehlo ei ungagaxeleki/
Luzakuvuleka olwacango wakungena abangasemva uzungabavaleli/

Uzakulungelwa ube kodwa abasele ezantsi uzungabathufeli/
Ungathathi konke ungashiyi kwanto hlala esphakathini usame ukuba fair/

Комментарии

Информация по комментариям в разработке